jts box number: 1fes 72 - ifes | the international ... · pdf filejts box number: tab number:...
TRANSCRIPT
Date Printed: 04/23/2009
JTS Box Number:
Tab Number:
Document Title:
Document Date:
Document Country:
Document Language:
1FES 1D:
1FES 72
92
Amandla Evoti yakho!
1999
South Africa
isiXhosa
CE01833
, Olu xwebhu lube nokupaposhwa ngoncedo Iwe-Internatlonal Foundatlon for Election Systems (IFES) phantsl kwenkxaso-mall efunyenwe kwl-USAID. ngenjongo yokukhuthaza unyulo lwango-l999
IslXhosa olukhululeklleyo nolungena mkhethe.
[XJ Intshayelelo Intshayelelo ngokwenziwa nguNjingalwazi Mandla Mchunu, iGosa eLongamele uNyulo Ie-Independent Electoral Commission
UMzontsi Afrika nobontu bowo bolinde iminyoko ngeminyoko ukuze ube nedemokhrosi. Unyulo Iwongo-1994 kunye noMgoqo-siseko Iwenzo oku kwobo yimpumelelo, Kodwo idemokhrosi oyisosigoQeko, Yinkqubo, Iluxonduvo nomsebenzi wommi ngomnye wo1li'lzonf\Afriko, Urhulumente ne-Independent Electoral Commission ob6kwozi uk~zelo yono,
Unezwi molungo neendlelo, iZil<otO;'"tzibh'dlele.,~ntf~khuseleko kwindowo ohlolo kuyo, Unoktl"'o ukukhetho o.9.9ntu abofohelekileyo ukubo bolowule ezi nkonz'p'kummongJa-~Ia' kUw~o~hondo lokho, Kufuneko uncede kumseoenzi wok(lKhe1ho urhulu)'l,Prte woMzontsi Afrika, Momelg,ltRigrn::fcl,nk.Q~o1ietlthembiso eZ!,!?,Ziwo ngobbgqotswo obovelo kwlmil5utho yezopo/itlk6 eyohlu~y~~ndo uze un.9bkole ngoko bdkwenzoyo, Bayenzo kakuhl<?0Kanye"akubi kongakonani Imiseber\~YObO~-BajO(1._ge ngokwepole1O oboyenzo nJaYo imisebenzi yobo, Wokagqibo-votelolqela olitn6ndayo, .../
Ukuba awuvdtl a",!unFlt~a nlJlr,e kwlzio/ltlm-o zonyulo, Yaye awunazwi kurhulumente qhabqty{o izigqib6 ezichophozelo ubomi bokho, UMzontsi Afrika ufuno om,,:\zik6 Rarhulumlmte ne~nkokeli zlkarhulumente ezikule ndowo zikuyo kU~ is(nlnzi sdbbntu ~funo bekuzo,
Ndiyokukhuthozo U{ubO un~bQi.PgumbUkeli. UMzontsi Afrika ukufonele ukubondakonyeko ~wakh6'kWIdemokhrosi, Lilungelo lokho, Olu xwebhu molube sislkhokelo s~t.
$ Kubaluleke kakhulu ukuba amazwi ethu aviwe kuNyulo lukaWonkewonke Iwango-I999, Nceda yabelana ngale ncwadana nabantu abaninzi kangangoko -
ngakumbi abantu abangakwaziyo ukuzifundela, lIungelo lakho lokuvota IIbalulekile,
@ 1999 Educational Support Services Trust ISBN 1-919768-13-0
Olu xwebhu lube nokupapashwa ngoncedo IweInternational Foundation for Election Systems (IFES)
phantsi kwenkxaso-mali efunyenwe kwi-USAIO, ngenjongo yokukhuthaza unyulo Iwango-1999
olukhululekileyo nolungena mkhethe.
1,IXhosa
Ingabula-zigcavvu
N gomhla we-2 kuJuni ka- , 1999, isithuba esingaphantsi .
konyaka ukuya kunyaka ka-2000 - iwaka leminyaka elitsha -siva kuba sivota kunyulo loMzantsi Afrika Iwesibini Iwedemokhrasi.
Unyulo 10Mzantsi Afrika lokuqala ngqa Iwedemokhrasi ngo-1994 yayilinyathelo eliehulumaneisayo nelibalulekileyo kwindlela esinge enkululekweni. Kodwa !Jmsebenzi awukagqitywa. Unyulo Iwesibini lubonwa njengesixhobo esibalulekileyo sokujonga ukuba idemokhrasi entsha iqhuba njani na. llizwe liya kube lakhe umkhanya njengoko uMzantsi Afrika usiya kumaziko ovoto okwesibini. Ingaba ilizwe lethu liya kuthabatha olunye unyawo oluqinisekileyo kwindlela 'esingisa kwidemokhrasi
yokwenene nalapho wonke ubani enezwi, okanye siza
kugqwidiza? Ingaba liqaqobana eliya kuvota? Okanye ingaba
unyulo luza koniwa kukunganyamezelani
nobundlobongela? Kuxhomekeke kumntu
ngamnye ukwenza olu nyulo lube yimpumelelo
nangayiphi na indlela. Unyulo luneeda
ekubuyiseleni uluvo lokuba sisizwe nokuvuselela isidima sabantu; luqinisekisa ukuba
izigunyaziso zethu ziyamanyelwa. Kolu Ryulo, masizenze sibe
neqhayiya,hgokuba ngabemi botV1zcintsi Afrika njengoko singena kwiwaka leminya
;:-----\
Yenze iba,~'ekeV iVoti A yakhOl
isiXhosa Amondlo evoti yokho! 1
Idemokhrasi lyintoni kanye7
. UMzanfsi Afrika waba yidemokhrasi ngo-1994. Kungelo xesha kuphela apho bonke abemi boMzanfsi
Afrika baba nokuvota bonke okokuqala. Makhe sijongisise Ie nto kuthiwa yidemokhrasi.
Idemokhrasi ngumbono owavela mandulo -ongaphaya kweminyaka engama-2 5{X) ubudala - kodwa IhtSll(a yawo engundoqo, ukuba abantu babenezwl ngokuqhubeka ebamini baba, usabefhiswa ngoyaba kwiindawo ezininzi zehlabathi nomhla Igama elithi demokhrasl livela kumogama esiGrike ongu-demO$, elithetha "abantu ~ nokraten. othetha "ukulowula ~ Kwizixeko ezazizi/owu/a zase Greece yamandulo bonke abemi ababenelungelo . lokuvota (abantu nje, "
omakhosikazi namokhoboka ayengavunyelwa ukuba avote) babenokuvokalisa izimvo zabo kwiqonga likowonke wanke ngqo; kwakungekho bameli bonyuliweyo.
Abantu base-France bazuza inkululeko yobo kulowulo lobukumkoni olwalunengcinezelo ngo-IBl9. '1nkululeko! ukulinganal Ubuqabanef' yayisesona sigunyaziso sabantu base-France esokhokelelo kuMiselo Iwamalungelo oMntu nowoMml
Amathonga eBhritane eMntla Meriko (othi kamva abo yinxalenye ye-United states of America) azuza inku/u/eko yowo ngexesha 10 Vukelo-mbuso fwaseMerika phakothi ko-1115 no-11B3. Umiselo Iwenkululeko yi-United states luchazo omalungelo osisiseko okubo ''nobom, inkululeko nokusebenzela ukuzuza ulonwabo',
E-Ahlka, imigudu yokugqibelo yokuchaso ungenelelo Iwe Vurophu e-Afnka yaqo/a emva kweMfazwe yesiBinl yeHlabafhi
2 Amond/o evoti yokho! IsiXhosa
kwiminyaka yoo-194Q Ukusukela ngenkululeko yeGhana phontsi
koKwame Nkrumah ngo-/957Ihkululeko ye-Afrika zange ibe nakunqandeka
Ngo-l960 kuphelD. amazwe oli-/1 azuza inkululeko yawo kwaze ngosekupheleni
kweminyako yoo-IO phantse onke amazwe ase-Afriko oyekhululekile,
kubondakanywo IMozambique ne-. Angola Abontu boseZimbabwe
kwofuneka ukubo baqhube besifwa kwada kwobo ngu-1980 baze abaseNamibia balwa eminye iminyaka elishumi ngaphezulu
UMzantsi Afrika waba lilizwe lokugqibela kw/zwekazi lase-Afrika ukuzikhulula - ngomhia wama-27
ku-Aprell ka-/994. usuku osilubhiyozelo nyaka ngamnye
njengoSuku IweNkululeko, lindidi zenkululeko yethu esisiseko ziqulothwe
kuMgoqo-siseko wethu noMqulu wamaLungelo oLuntu ongqina fints/ko
ezingundoqo zedemokhrasl isidima sobuntu, ukulingo nenkululeko,
Sinethubo, njengoko silonge kunyulo /wethu !wes/bini emva koca/u-calulo,
lokukhuthaza abontu abase-Afrika nakwilizwe jikelele ngempumelelo
valY1o,iko edemokhrasi ethu
I, lUJU'IhlIUlOlUlmelTll1l:~ enkolelO lTllaJwe: aJmaJOIUIITll!9)eO<c> InkUIUlek.-O-":'Y_-:::l
lTllemnseibelTll<En eOlUlltaJlTll<dllUl" aJ O<c>mlTllw Idemokhrasi ibahlonipha bonke abantu. Kodwa njengokuba sixhamla amalungelo athile aslsiseko, sinemisebenzi ethile eluxanduva Iwethu. Amalungelo ethu asisiseko, okanye iindidi zenkululeko, abhalwe kuMqulu wamaLungelo oLuntu (inxalenye yoMgaqo-siseko).
Sinelungelo loku:
X sebenzisa ulwimi Iwethu; X thetha nantoni esifuna
ukuyithetha (ukuba nje ayikhuthazi ntiyo okanye ubundlobongela);
X landela iinkolo zethu; X vota ngokukhululekileyo
sivotela nabani na esimkhethileyo;
X seka imibutho sibambe neentlanganiso;
X khululeka kugonyamelo Iwalo naluphi na uhlobo.
Kuxhomekeke kuthi ngabanye ukwenza amalungelo ethu abe yinto ephilayo. Amanye amalungelo abandakanya indalo esingqongileyo ecocekileyo, izindlu, unyango Iwezempilo, imfundo, ukutya namanzi. Imisebenzi eluxanduva Iwethu:
Luxanduva Iwethu ukukhusela
idemokhrasi yethu nokuyenza isebenze. Kufuneka sithobele imithetho yayo size sihlawule esethu isabelo seendleko zayo, kodwa kufuneka sinyanzelise ukuba siwafumane amalungelo ethu. Kufuneka' siqinisekise ukuba akukho namnye umntu ovumelekileyo ukuba aSiphathe ngokwahlukileyo ngenxa yohlanga esilulo, isini. iinkolelo zeth!..! okanye isini sabantu esikhetha ukuthandana nabo. Ekusebenzeni kunye, kufuneka sizihloniphe iindlela esahluke
Idelmo~:hrasi izisa uxanduva
kwanamalungelo.
Amandla evoti yakho! 3 1,IXhosa
~ Idemokhrasi eMzantsi
UMzantsi Afrika unembali
ventswelademokhrasi.
Uxanduva Iwethu ebantwaneni bethu
kukukhulisa idemokhrasi
ehlwabisavo neva kuqhuba kude kube
lixesha elizavo.
Sisuka
Ukusukela kwiminyaka eli-I 750 eyadlulaya: Ukuqala kweminyaka yoo-I 600, abanlu abantetho isiSotho nesiNguni abasebenzisa isinyithi sebezinze kwinxalenye enkulu yombindi
1~ Indawo yokuhlala yokuqala esisigxina yobanlu base Vurophu Igxunyekwa eKapa -amaDatshi. phantsi kaJan \.tJn Riebeeck Ukrutha
krufhwano IOkuq,7/q,...
amehio phak'7fh"fl'~ kwamaDatshi namaKhoikhoi ngo-l659. -'~r"!
4 Amand/a evoti yakho! 1,IXhosa
Afrika phi?
Ama-2000 eminyaka eyadlulayo: Abazingeli abaqokelelayo barna-San nabelusi bama-/<hoi abahlala bengamaqela amone/none nangahlali ndaweni-nye ixesha elide,
1488f Ivula-ndlela loMphuthukezi uBartolorneu Dias ujikeleza iKapa /shumi leminyaka emvakoko. uVascoda Gamaudlula kwangaloo ndlela afike eIndiya
UL,,.,rU""UI'lunU,'UIlIU olusebenzisa Koloni
179!X Impumelelo yaban/u baseFrance kumlo namaDafshi ikhokelelo
namazwe aseMpumo. Ngo-l805 amaNgesi abuya umphelo.
ylBhri/hane ese/yenziselwa
UIOYiSO~~~~~ lobukumkani bamaZulu busoyiswa ngamaNgesi
1910: UMzanfsi Afrika wenziwa umDibaniso. AnoaI9hLild'., namaNgesi ayahlangana UK(JZe.-/,
ageine abemi boMzanfsi Afrika abamnyana bekYJ1e;nJI kulawulo
Iwezopolitiko. Ngo-1912: I-A,frk!t'iiifl,M:I Na/ional Cona,iess
1858: Ngeli xesha. emva ko/hofho Iweemfazwe ncrnashwr:T>g.d ukuzimela kwamaXhosa
1902: Imfozwe yesibini phaka/hl kwamaBhulu namaNgesi Iphelisa ukuzimela kwamaBhulu
1948: I-National Party i/ha/ha iin/ambo zombuso. Ukuqala kwexesha
1990: Ukukhululwa kukaNelson McJn,ieAI
1990kwaba linya/helo elibaluleklleyo /. kwiminyaka yokugqibela 0'
eyakhokelela) 'c kunyulo lokuqala Iwedemokhrasi eMzantsi Afrika
Amond/o evoti yokho! 5 IsiXhosa
IxllnkcwobekO yabantu ngabantu,
ISizvve esiNye! UMZANTSI AFRIKA unembali
yentswela-demokhrasi. Kwinxalenye yembali yayo yala maxesha, iphupha lesizwe esimanyeneyo nesingacaluli ngokwebala lahlala liyiloo nto, iphupha,
Ekugqibeleni, ngo-1994, emva kwamakhulu-khulu eminyaka yokrutha-kruthwano nengcinezelo, abemi boMzantsi Afrika balibamba ngazo zozibini ithuba esalinikwa lunyulo Iwethu lokuqala Iwedemokhrasi lokuba sihlangane sibe sisizwe esinye, Uxanduva Iwethu kuthi nakubantwana bethu kukomeleza oko sakudala ngo-1994 - ukukhulisa idemokhrasi ehlwabisayo neva kuqhuba kude kube kwixa elizayo, Kulula ukuthetha nge "sizwe esibantu bamibala-bala okomnyama" kunokwenza oko kube yinto yokwenyani, Ukrwaqu kwiziphumo ze-Census '96 ubonisa isizwe esahlulwe bubuhlanga, iSini. umvuzo nengingqi. Ngokwenene, oyena mahluli mkhulu ise "bubuhlanga", Sisakha njani isizwe esikwamkelayo ukungafani kwaso, apho abantu benkcubeko nganye bathi kwabanye, "Ewe, siyinxalenye vento enye! Masabelane ngoko sinako sakhe ikamva lethu slkunye."? Idemokhrasi ngumbono 6 Amand/a evoti yakho! IslXhosa
ophucukileyo, kodwa idemokhrasi yokwenene ayiveli kunyulo olunye nje sele iyinto epheleleyo, Unyaka ka-1994 wasiphathela umvuzo oxabiso lawo lingena kuthelekiswa, umvuzo wenkululeko yezopolitiko, kodwa asikakhululeki kuloyiko, ubuhlwempu, nakwezinye izibi eziyingozi kwidemokhrasi yethu entsha, Imo enefuthe ledemokhrasi iva kuthabatha
kusetyenziswa izitena ezifana nonyamezelwano Iwethu. ukuthabatha kwethu inxaxheba ngokukhuthala nokuvuma kwethu ukuba sikhokelwe, kwiimeko ezifanelekileyo, yintando yesininzi.
Umthetho ungaqinisekisa ukulingana kwethu ngeendlela eziliqela ezibalulekileyo, kodwa asingabo oontanga sonke kule
demokhrasi yethu intsha. Abantu abaninzi abakabi nakho ukufikelela ngokulinganayo kwimfundo, unyango Iwezempilo, izindlu, ulwazi nezinye izinto eziluncedo. Ukwangeza kwezi zithintelo, ngaphezu kwesixhenxe ekhulwini soluntu IwaseMzantsi Afrika IUkhubazekile ngandlela ithile, abaninzi banengxaki yokungaboni. Kuxhomekeke kuthi ngabanye ukuba senze igalelo kulwakhiwo lokulingana, nto leyo eva kuthatha ithuba.
Ukuba I
_rln(lmrihc)vi inkululeko
Iwesibini eMzantsi Afrika, olubaluleke ngeyona ndlela, lube lolukhululekileyo nolungena mkhethe, yonke imibutho yezopolitiko kufuneka izibophelele ekukhuthazeni unyamezelwano Iwezopolitiko. Ngaphandle kokuba kuyingxaki ngokwako, ukunganyamezelani kusetyenziswa lula ngabophulimthetho, nto leyo eyilahleko
enkulu kumntu wonke. Ithemba elavakaliswa kwicwecwana likaNelson Mandela noGraca Mochel leminqweno emihle yokuphela konyaka sonke. siyavumelana nolo: "Njengokuba Ie . nkulungwane isondela ekusithelenL 10 gama kusondela entsha, umnqweno wethu omandia ngowexesha elizele luthando. inkqubela phambili nokuhlalisana ngoxolo i
iba1ulek?( . ·~oti I.. .
yakhOI
Amond/o evoti yokho! 7 1,IXhosa
M~~rn ~®@O~~@ m~~
[ID~mmj[IDrn~rn=~Orn @~@~[j'iJwrnD'i7ilill
fR... BEMI BOMZANTSI AFRIKA ~beve ubunzima beminyaka ephantse ibe ngama-SOO yokrutha-kruthwano nengcinezelo. Umzabalazo wokulwela amalungelo edemokhrasi omntu wonke ube ngonzima nomde yaye awukapheli. Abaninzi OC'fe/
beva ubunzima aban've,oalfa ukuze basibeke kul~rfdalw91/ sikuyo nom~,lon
8 Amand/a evati yakha! IslXhosa
lizwe, nokuba ngamadoda okanye babhinqile, ngamahlwempu okanye izityebi, bahlala ezidolophini ezinkulu ok,an'f_e_.ku,je----'-
babenezwi
lethu.
Venae ~ ibaluleke iVoti yakhOl
fl,fWIINTSUKU ZOKUQALA endlalenL inkululeko IN>.zedemokhrasi eMzantsi kubundlobongela nolwaphulo-Afrika uBhishophu omKhulu mthetho. Kuxhomekeke kuthi uDesmond Tutu wabiza abemi sonke ukuba senze idemokhrasi bOMzantsi-Afrika~ isebenze. Idemokhrasi sisixhobo, nje "ngabantwana abamibala- aYlsoslphelo. ~ala bakaThixo". Ngokwenen0U!<uvota yinxalenye slngabantu-bomnYc::Ima et3alulekileyo yendima yethu abanemibala ngemibala,---..... ekufunek.a siyidlalile iinkolo neelwimi ezahlukileyo~ njengaberni belizwe elikholelwa k?dwa kuninzl ~wabantu . ". "k~idemokhraS" Umngeni iZlqhamo zokuflkelela " ngowokuba sisin~se esiphelweni somnyama zisahleli .... kwingomso sikuny, ziliphupha. njemgeslzwe esikholelwa Ilungelo lokuvota alikazisi kwid'emokhrasi esiphu'meleleyo.
h1<UruTel<o--yok~ene kubo '\ bonke abemi boMzaQ!si Afrika: inkululeko kubuhlwempu inkululeko ekungakwazin~ ukufunda nokubhala. ink~l~e~ __ _ __ .\
Amand/a evoti yakho! 9 IslXhosa
~ Amakhosikazi phakathi
IGONGQONGQO ELiNTLOKONINZI localu-calulo libulewe,
nangona umonakalo nokungahoyi ku~neka kulungisiwe. Kodwa kukho elinye igongqongqo elidala eliqhubela phambili licinezela abemi boMzantsi Afrika: ucalu-calulo ngokwesini. Amakhosikazi enza phantse ama-52 ekhulwini oluntu loMzantsi Afrika, kanti amalungu epalamente angamakhosikazi namanye angabameli kwezopolitiko awasondeli nakaneinane kwelo nani. Kwakhona amakhosikazi awamelwanga ngokwenani lawo kwizikhundla ezinamagunya kushishino lukarhulumente okanye olwabueala.
10 Amond/a evoti yakho! IslXhosa
Okunye okukwabalulekile yindima yamakhosikazi phakathi kosapho apho angoodade. iintombi. oomama kunye noomakhulu. Umthamo ovakalayo wemtundo yabantwana bethu usezandleni zamakhosikazi. yaye ngawo ageina usapho lubambene.
Amakhosikazi ajongene nezithintelo ezininzi.
X ewonke atumana imturido
enganeno kuneyamadoda. nemisebenzi yemibutho X Kuthelekelelwa ukuba yamakhosikazi emininzi,
ngomzuzu ngamnye ziimonyumenti eziqaqambisa ehlabathini liphela kukho amandla ezopolitiko umlazi ola ngenxa yengxaki amakhosikazi. eyayanyaniswa ~O~[ut~~""""-~~~~~~ ihlekisa into yokuba Zizonke iindleko . Afrika kwihlabathi lilr )h",ICf" 7"''''r.n~'A olungcono II~E~~~lb~l~k;;;:':--~>€II;~~n:za ;n,;tl'l",t~'A zingaba mr,hJh,(1(1 n,.,,~[m'"
billion. Ihlclhdlthi lirr,itj'(;' ngaphezu J;walo
X EMzantsi luya 19o'IV~:hula.\I:G(lU rhoqo yinl\osikazi ebulawa lii\ "at)aru~ ngeveki ~rl.,~1
amakhosikazi kwezinye iinclall{o\ps,ClIl,>'O esilwela ilungelo lin ,1lN"j()t,..,
Amakhosikazi I aba ngawokuqala ukuba nN.obro
ukuvota, 'ekuza kupheleni kweNkulungwane ye-19, kO(jtii(j"' kumanye amazwe amaninzi amakhosikazi kwafuneka UK~IQQ alinde kude kube semva kuka-1917. Njengokuba amazwe ase-L---' Afrika aye azuza inkululeko yawo ukusukela ngo-1957 ukubheka phambili, amakhosikazi ase-Afrika alizuza ilungelo lokuvota. FM7nr)t<~ Afrika, ngalo lonke ixesha amakhosikazi ebedlala indima enkulu kumzabalazo wenkululek~ Umngcelele wezikhalazo wamakhosikazi owasingisa kwizindlu zaseburhulumenteni i-Union Buildings ukuya kukhalazela ukuphathwa kwamapasi ngamakhosikazi. kunye
~ ....... 11IIIIaod IIhIWiIlindM ezllange .... ....... "'.~a .1 .... .,
..... ..,. bMlenqlla .... ...... IImfImo ZIIIIIIIhoIlbzI IIIManIII AIrib, - ..... ,.. _11iaMmdsI AIrib,
'-""!i_ zlaflleldM -_/
Amond/o evoti yakho! 11 islXhosa
I X IlUirmYaiezc oKhedaekileyo ojoliS'Ws
kuLutsha loMzsll1 SE Afrika
/ka'IIIeal kalanea ndlzlkheth.,e"--... eaoe,alo eje? lapoUtlb.
Aedlelllidi. kltlZopoUtlb.
"r--,r,;iitiko ulnto Ibh.bh.
ABANTU ABATSHA ABANINZI banoluvo lokuba upolitiko
alunanto yokwenza nabo yaye kUllgc:onlo luyekelwe
Kodwa '-!Jpollitiko lulawula ubomi
bethu ngeendlela apha ph.,. bde. 1Jr,leulen,e ,obornl bellla,
.lthllld •• Inaeth.ndl. Ubb •• Ijona' klteUn,e ezingenakuphetshwa.
12 Amand/a evoti yakho! 1,IXhosa
Kuya kuba luncedo kuthi ukuba
sizibandakanye. Ingaba ukuthiyile ukunyanzeleka ukuba ukhwele iteksi kuba kungekho zithuthi zikawonke ezikhuselekileyo nezithembekileyo? Zibuze 10 mbuzo. "Ithini imigaqo-.nkqubo karhulumente ngokubhekisele kwezothutho?" Isebenza kangakani imizamo karhulumente yokuphucula ukhuseleko ezindleleni? Ingaba wanele kukunyanzeleka ukuba ujonge umabona-kude ukuze ube nokubukela ibhola ekhatywayo ekwinqanaba eliphezulu kuba isixeko sakho singenabala lemidlalo elilunge ngokwaneleyo? Manyathelo mani athatyathwa ngurhulumente wakho wenqila
ukuphuhlisa izibonelelo zezemidlalo? Ingaba wavota kunyulo lokugqibela lorhulumente wenqila? Wavotela bani? Eyona nto ibalulekileyo malunga nedemokhrasi kukuba sonke sinezwi Ukuba sinoluvo lokuba asinazwi. kuxhomekeke kuthi ukuba senze into ngaloo nto, Ukuba sinoluvo lokuba abantu abaziqapheli iingxaki zethu, okanye abazihoyi. ngoko kufuneka senze urhulumente athiqwaa aqaphele! Ngabantu abatsha abathi. ngo-1976, bavusa umfutho wenkcaso nowathi ekugqibeleni waphelisa ucalu-calulo, Asingekhe sikwazi ukusihlawula isikweliti sethu
Slylv,lIIe Ikltole)1I Ndlu kaylfamlll
1)1.1 Idlploml flm Bloka?
kwabo bantu batsha balwayo nabo bafay6 ukuze sibe nokukhululeka, Okona kuncinane esinokwenza kukudlala indima yethu kwidemokhrasi yoMzantsi Afrika eyazuzwa ebunzimeni. Indledlana encinane yokwenza
oko ku vota Ngokwenene, sinokwenza nangaphezulu,
Besingasebenzisa amandla edemokhrasi
ukutshintsha ilizwe ngendlela enoxolo, Kuthiwa "ngabantu abatsha abatshintsha imbali kuba kuphela ngabantu abatsha abanesibindi sokudela ukufa,"
Oko kubhekisa kanye kwimbali yoMzantsi Afrika yakutsha nje. Kufuneka sizive sihlazekile ukuba silinikela umva ixesha elidlulileyo sithi. "ningaba nafa ukuze nisizuzele oku, kodwa enyanisweni asinamdla", Umzabalazo awukaphelil Idemokhrasi linyathelo lokuqala kwindlela esingisa kwinkululeko yokwenene yoMzantsi Afrika, Abo babephila phambi kwethu basizuzela ithuba lokuba siqhube sisilwa, hayi ukuba 'sijonge kude sixhamle okulwelwe ngabanye,
Amandla evotl yakho! 13 IslXhosa
Cfixillo\:l7@)'[Q]O® mt)® ~ ~ WOV[fJJBJ\y([JJaff •••
Lo rhulumente? Sukundlhleklllr Wulthemhlll Izulu nomhllhl kodwl
ylntonl lylzIU .. klllleyo? AYIKHOr
Uhukhulu heOll1 urhulumente Wenza umlehenzl omhle.NdlYlzl ubhl
kUlekude nSlphlmhlll, kodwi ndlelnSI ukuhl 10 rhulument. UZI
kUII .. phlmhlll.
Urhulument. Ibnlkull .. henzell nsendl.11 .honlbleyo d. II00eill SOl ukuhl yeylphl nl Imlhl .hllul.klleyo kuthl liz. Ilzlhandlbny.
1111., ekullhenzenl norhulumente ukuzlll ntlhlntlho.
VOTA Umsebenzi wethu ongundoqo njengabemi belizwe elikholelwa kwidemokhrasi kukuvota. Ukuba aSivoti, asiviwa. BHALA Bhalela abameli bakho epa 10 mente, okanye ubatsalele umnxeba! Bhalela amaphephandaba neemagazini, okanye qokelela iisignitsha niqulunqe uxwebhu Iwezikhalazo.
14 Amand/a evoti yakho! IslXhosa
KHALAZA Lilungelo lakho ngokoMgaqo-siseko ukuba ukhalaze esidlangalaleni nangaphandle kobundlobongela. ZIMASA IINTLANGANISO Zimasa iintlanganiso zikarhulumente nezizezinye ukuze uqokelele ulwazi yaye ube nokwenza ukuba uviwe. Kuxhomekeke kuthi ukuba sizigcine sisemfuthweni wolwazi.
IDEMOKHRASI ayithethi "ngathi" okanye "ngabo". Isinceda
ukuba sifikelele kwimvumelwono kowonke wonke - sitsale kunye njengesizwe.
Urhulumente wethu angangathi ngalo lonke ixesha enze oko thina sicinga ukuba kulungile. kodwa kungenzeka ukuba izigidi gidi zabanye abantu abavumelani nathi. Ukuba asivumelani ngamandla nokuninzi okwenziwa ngurhulumente wethu. kufuneka sisebenzele ukumshenxisa. okanye sivotele iqela eliphikisayo elinefuthe. Ukuba siyaxola ngurhulumente wethu. kusafuneka siqhakamsheleni nave rhoqo. Kufuneka sivote. sibhale. sithethe. sikhalaze ".
senze ukuba siviwe! Urhulumente nopolitiko abakho sezinkwenkwezini kuthi. Akukho "thina" okanye "bona".
Eaeaeal 10 rhalameate akakllo zlkllel aYlftdlayaaylli1 HAVII
Wavota ngobDhll1llfll
aay.f
Uza u&a aellay. Ifhaba kaag.kadala. Uagallpholll
AadlaakamaYlmezell1 Uka&a aYladlbaza, aadlzaage kIIe adlm&oae oaglpheza kwllo Fhalam.at. ago&aag.ato ...
Wawamvot.lef
I Amand/a evoti yakho! 15 .' IslXhosa
~--.. ... .JuLuhlu Idamokhrlll
kwlhl,hlfhl Jlkelala 'gany.zl .. ,hlml
h,.o ukah, ,hh,II'1 lIangllo
I,he lomot, kaLUHLU
U LUHLU LWABAVOTI ludwelisa igama nenqila yovoto yakhe
nawuphi na umntu onelungelo lokuvota kweli lizwe.
Ukuba igama lakho alikho kuluhlu Iwabavoti awunakuvota. Kuxhomekeke kuthi sonke ukuba senze yonke into esinokuyenza ukuze slzibhalise. Isekwaluxanduva Iwethu ukuneeda abantwana bethu abasele befikelele ebudaleni -- nabanlna omnye ongafuna uneedo Iwethu -babhalise njengabavotl.
Uluhlu Iwabavoti luneeda ukuqiniseklsa ukuba uvoto aluthl nje lube lolukhululeklleyo nolungenamkhethe. kadwa nokuba aludli mali ininzi Iiizwe elisandul' ukuqallsa ngedemokhrasl akufanelekanga ukuba linyanzeleke ukuba IIfune Imali engaphayo kokuqonda ukuze libe nokubamba unyulo; Inxalenye yomsebenzi we-IEC kukulawula unyulo khon' ukuze lube lolukhululekileyo nolungena mkhethe, ukuqlnlsekiso ukuba idemokhrasl yoMlOntsi Afrika iyafikeleleka ngokwasezimalini.
16 Amondlo evon yokl7o! IslXhosa
sifuna
I vvabaVoti nokukhuthaza idemokhras.1 elawulwa nguMgaqo-siseko. Ukuba lyOli ukuba bongo phi no abantu abahlola kwindowo nganye kweli IIzwe, i-IEC iyakwazi ukulunglsa izixhobo loyo ngokufanelekileyo.
Unyulo lokuqala Iwedemokhrasi eMlOntsi Afrika ngo-1994 Iwaba ylmpumelelo kuba Iwalulokhululekileyo nolungena mkhethe ngokwanelisayo yaye Iwakhokelela kwlnkululeko yezopolitiko. Kodwo, xa sijonga emva, kulula ukubona Iziphene kwinkqubo I
emlde, ulibazlseko, Isiphlthanyongo, Izixhobo ezilahlekileyo nemigama emide ekwakufuneka beylhamblle abontu ukuze bovote. Ngaphandle kokuba luyimfuneko ngokoMgoqo-siseko, uluhlu Iwabavoti ngoku lubonwa njengento engundoqo ukuze kube nokuqinlseklswa unyulo olukhululeklleyo nolungena mkhethe. Umngeni omkhulu ojongene ne-IEC kukwenza ukuba abavoti kwlllzwe lonke, nokuba bah lola phi no,
bakwazi ukuvota. Ezidolophini oko kulula kakhulu, kodwa phantse ama-46 ekhulwinl oluntu loMlOntsi Afrika oluhlall edolophini. Ayingawo nama-29 ekhulwini ezindlu lOseMlOntsi Afrika ezinefowunl, ngoko HEC kufuneka yenze umsebenzl wave kwiimeko apho kungekho nkqu nobuxhakaxhaka boqhagamshelwano bokuqalisa umsebenzl.
Ngokusebenzisana ne-Census '96, iIEC lye yaphumelela ekufumanisenl ukubo abantu abanelungelo lokuvota bahlala phi no, nokuba banedil€)sl yeslqhelo okanye hayi. Iiahlule Illzwe lobo zllnqila zovoto ezimalunga ne-15 000, nqila ngonye IJongene malunga no bantu abali- 1 200 (emaphandleni) nama-3 000
abantu (ezldolophinl). Ngokumisela isltishi sokubhalisa/ sovoto esinye kwinqila nganye, i-IEC iqlnisekisa ukuba akuyl kufuneka ukuba abantu bahambe imigama em ide ukuze babe nokuvota. I-IEC iva kuba Isebenzisa oomatshinl bola maxesha abablzwa ngokuba zilZipZip, abakwaziyo "ukufunda" 1-barcode ekwizazisl lObantu ngokukhawuleza. Aba matshlni. kunye nObuxhakaxhaka bodldi oluphezulu bonxlbelelwano ngesathelaythl, baya kuqinlsekisa ukuba
iziphumo zavoto, nkqu nakwezana ndawo zelizwe zingafikelelekiyo, zlya kufumaneka ngokukhawuleza nangokufanelekileyo njengezo zeedolophu zaMlOntsi Afrika ezinkulu.
. Ukubhalisa wonke umntu onelungelo lokuvota ngumsebenzi omkhulu nonobucukubhede kodwa ekufuneka wenziwe ~kuba uMzantsi Afrika uza kubamba unyulo Iwesibini oluyimpumelelo. Elowo nalowo kuthl unoxanduva lokusebenzisana ne-IEC ukuqinlseklsa impumelelo yenkqubo yobholiso nonyulo olulOYo. Khumbula:
X Awuyi kuvunyelwa uvote ukuba awubhalisanga;
X Uya kuvunyelwa ukuba uvote kuphela kwindawo ohlala kuyo; yaye
X Uya kuba nethuba lokukhangela ukuba igama lakho liyavela no kuluhlu Iwabavoti olululo, kumasipala wendawo yakho, emvo kokuqoshellswa kobhaliso.
X Kuya kubakho usuku olunye lokuvota (hayl ezlntathu njengakunyulo lokugqibela).
Masldlale Indlma yethul
yenze X' ibiiiulek. e iVoti yiikhOl
Ukuba ufuna ulwazi oluthe xhaxha, fowunela kule nom bolo, ngaphandle kwentlawulo - OBOO 11 BODO
Amondlo evoti yokl7o! 17
IxllliJcru~@ D~®~~lJ~ IEIkrMflMf1[](E)Ikr£J (].[]1l«.\:%,(8)Zi:DO~
D«~~
&"l©~~~
1. BOlliaa naB .... ...,---'7""""-7'-1 aakho
Bonisa ngesazisi sakho esinebarcode okanye isiqinisekiso sesazisi sethutyana
sakho kumagosa ovoto.
2. UL.uHu hNabaVoti r-----.,_..,.., Igama lakho
liya kujongwa kuluhlu Iwabavoti.
3. Amaphapha okuvota amabini Uya kunikwa
okuvota amabini, elinye leleNdlu yoWisomlhelho yesizwe elinye
leleNdlu yoWiso-mlhelho yePhondo,
18 Amand/a evoti yakho! IslXhoso
4. Verta'a iNdlu yoWiso-mthetho Yenza unongxabalaza wakho
kwiphepha lokuvota ecaleni
~~kombutho owukhethayo kwiNdlu yoWiso
mthetho yesizwe. Votela iNdlu yoWiso-mthetho yePhondo Yenza unongxabalaza wakho kwiphepha lokuvota ecaleni kombutho owukhethayo kwiNdlu yoWiso-mthetho yePhondo. 5. IBhokiai yokuvotala r-__ -.,~ __ ~Faka iphepha
lokuvota leNdlu yoWisomthetho yesizwe kwibhokisi yokuvotela yeNdlu
yoWiso-mthetho yesizwe. Faka iphepha lokuvota leNdlu yoWiso-mthetho yePhondo kwibhokisi yokuvotela yeNdlu yoWiso-mthetho yePhondo. Amagosa ovoto aya kuba kwisitishi sovoto ukuze akuncede,
Wo[b)ca:l !1TI~o.n~mroo (Q)!1TI®[Q)®mro(Q)D«.[rmr ca:l$O ~ OJI/\l~ ~~"iI~ ~
wD[l\J'\)[PlllllIlUllcmDcmDCIDQ
I,Y.'LNt. VOTA
n90-
19~
Amand/a evoti yakho/ 19 IslXhosa
" .
I x I D«:!l.IJQfrnceIJ1lD ikmlUllJ1lceD«.a sDlJ1laV<C> D[Mi]o[b)~@ W®~@[P)(Q)Do'lbJD«(Q)
[]l)]®'? K./ ••• k. Ii ... ... ato leye ,odld.. kwinqaka lam lokagqlbela ...
fl#'UNGABA nzima kakhulu ~ukuba ilizwi elilodwa livakale phakathi kwenginginya yabantu. Umbutho wezopolitiko ungasinika ilizwi eiomeleleyo:
Imibutho yezopolitiko linyathelo elibalulekileyo elisingisa ekudaleni imvumelwano kawonke wonke (imvumelwano ebanzi) efunekayo ukuze idemokhrasi ibe nokusebenza. Umntu ngamnye usenelungelo lokuthetha ngokukhululekileyo yaye aviwe, ngaphakathi kumbutho wezopolitiko okanye ngaphandle.
imiba ngokuzeleyo nokufikelela kwimvumelwano kawonkew~nke.
Idemokhrasi yamaqela ngamaqela ezopolitiko ibonelela ngesikhokelo sokufikelela kwimvumelwano nokusombulula iimbambano. Imibutho yethu yezopolitiko ngabameli bethu epalamente -ngokuvotela umbutho sivumela amalungu epalamente amele 100 mbutho ukuba asithethele.
Votela nabani omthandayo, kodwa yenze ibaluleke ivoti yakho!
~ ~ I
Idemokhrasi yamaqela ngamaqela ayithethi ukuba amaLungu ePalamente (MPs) avela kwimibutho eyohlukeneyo avota epalamente lize iqela elinye liphumelele. Ngokuchaseneyo noko, yona imalunga nokuxoxa 20 Amandlaevotiyakho!
;slXhosa •
Imibutho yezopolitil<o nomthetho UMgaqo wokuziPhatha woNyulo (oqulathwe kumThetho ongoNyulo, wango-1998) uqinisekisa ukuba abavoti banakho ukuba bangavotela iqela lezopolitiko abalithandayo ngaphandle kokoyikiswa. Akukho mntu okanye mbutho wezopolitiko onelungelo lokufaka uxinzelelo kumvoti ukuba avote ngendlela ethile. Ngaphezulu, zininzi ezinye iindlela zokuziphatha ezivumelekileyo nezingavumelekanga kumalungu emibutho yezopolitiko - ukuba awafuni kujamelana nomthetho. • Akukho mntu uvumelekileyo ukubo
othintele nomphi na ummeli wombutho okanye umgqatswa ukuba afikelele ngokufanelekileyo kubavoti.
• Akukho namnye umntu ongathi ngaphandle kwesigunyaziso somthetho athintele nayiphi na intlanganiso yezopolitiko. umngcelele wezikhalozo. uqhankqalozo okanye nasiphi no isiganeko sezopolitiko
• Akukho namnye umntu ovumelekileyo ukuba abambe okanye athabathe inxaxheba kuyo nayiphi na intlanganiso yezopolltlko, umngcelele wezikhalozo okonye Izinto ezifana nezo ngomhla wonyulo.
• Akukho namnye umntu ovumelekileyo ukuba azenze ngathi ngummeli othile weqela lezopolitiko. umgqatswa okanye Igosa Ie-lEe.
• Akukho mntu uvumelekileyo ukuba asingele phontsl ilungelo lomvotl lokugcina imfihlo. .
• Akukho namnye umntu onelungelo lokusebenzisa uMqulu wabaVotl ewusebenzlsela Injongo engahlangenango nonyulo.
• Akukho mntu unelungelo lokonakalisa okanye ukutshabalalisa amaxwebhu ombutho okanye omgqatswa obhalisiweyo.
• Naluphi na uxwebhu olushicelelwe ngumbutho wezopolitiko okanye ngumgqatswa kufuneka lubonakallse igama nedilesi yomshiceleli okanye umpapashi walo. yaye kUfuneka lube nophawu oluthi "Isazlso". .
ukuba siqhubeke.
Kwilizwe elilandela inkqubo yedemokhrasi yonke imibutho yezopolitiko ebhalisiweyo kufuneka isebenzisane ngoxolo_ Nabani othi aphule uMgaqo wokuziPhatha woNyulo angohlwaywa ngokomthetho_
r-----~--,
Aadlyltba.41 Ildl.11 olUMI. all'o .11
IIzw •.
IsiXhosa
Kaljllo? HIID" aye kaYotell Iqlll H., h., h.1
Hah, hah, h.hl H ... h, h ... hl
Amond/o evot/yokho! 21
Ixl ~~~@ ~~ ~CBF ~'ffu=1iM !1ll@ ~WllllD<c> DlllI[kalW<C>[J'\)[k~
~<C>[J'\)[k~ D~al[J'\)\9J<C>- 'il $)$)$) UMZANTSI AFRIKA unawo amandla afIhlakeleyo okuphembelela uVUselelo Ngokutsha Iwe-Afrika. Uvuselelo Ngokutsha Iwe-Afrika lumalunga nokuzalwa ngokutsha kwe-Afrika emva kwemlnyaka engama-500 yogonyamelo Iwenkqubo yamathanga.
I-Afrika lilizwekazl lesibini ngabukhulu neleslbini ngokuba nabona bantu banlnzl kwaslxhenxe akhoyo ehlabathini. Ukhaya kubantu abangaphezu kwama-650 ezigidl zabantu basemhlabeni. kanti. ngaphandle kweAntarctica. uqoqosho Iwayo lolona lutsala emva. Sinakho yaye slza kukutshintsha oku. I-Afrika ngunozala woluntu lonke, ikhaya kwizldalwa esizithatha ngokuba ngabantu ezazlphila malunga nezlgldi ezlhlanu zeminyaka eyadlulayo. Besuka apha e-Afrika abantu, bozo balenza amathanga lIizwe okokuqala ngqa. Ukusukela kwimpumelelo eqaqambileyo yoBukumkani bamaJiphethe kuma-5 CXlO emlnyaka eyadlulayo ukuya kwlmimangaliso yoBukumkanl baseMwene Mutapa obobuzlnze eGreat Zimbobwe ekuqaleni kweNkulungwane ye-14 ... ukusukela kwimpumelelo yobugcisa yeBenin
esentshona yangeNkulungwane yeII ukuya kutsho kurhwebo
olwaluqhubeka kubude bonxweme olusempuma, i-Afrika inobutyebi bempumelelo ekufuneka sivuke
. sabuqaphela.
Kanye njengokuba uVuselelo J""(,m:unina Iwe Yurophu nolwaqala e
Italy ngeNkulungwane ye-14 Iwaguqula Iwahlaziya' ela
lizwekazi. uvuselelo ngokutsha Iwe-Afrika
alungekhokelell ekuqatshelwenl
ngokutsha kweendumasl zexesha elidlulileyo nje kuphela,
i~;;;;;;;:jr:"'~':>k~ nasekuphuhllswenl kwazo kwixesha ellzayo
elichulumancisayo. Apha eMzantsi Afrika, apho uSuku lweNkululeko, umhla wama-
27 ku-Apreli, lubonakalisa inqanaba lokugqibela lokukhululeka
kwezwekazl Ie-Afrika, slnawo amandla okusebenza
njengomthombo wenguqu e-Afrika. Impumelelo yedemokhrasi Ibaluleke kakhulu kuVuselelo Ngokutsha Iwe-
Afrika. Unyulo Iweslbini oluyimpumelelo eMzantsl Afrika luya
kusebenza nJengenkuthazo kuzo zonke izlzwe zase-Afrika -
nakwihlabathl.
Olala indimo yokho - vola ngoNyulo lukaWonke-wonke
Iwango Juni ko-1999,
L
_Ukuba ____ III'I_-__ .. _ibUZO ___ onBY ___ O_._ ...... __ ._B'_B_ ....... ___ aba __ n_I9BPI __ .. _-_IdIa __ ----'I· kwanIIavvuIo kula nornbolo ')'::':1)'" :',~,~o .
Olu xwebhu lube nokupaposhwa ngonc:edo Iwe-International Foundation for Election Systems (IFES) phonts! kwenkxaso-mall efunyenwe kwl-USAID, ng8nlongo yokukhuthazo unyulo Iwango-l999
olukhululeklleyo nolungena mkhethe. IsiXhosa