national senior certificate...(septemba 2 akuvumelek icande umbuzo khetha is kuma-30 1.1 oko 1.2 uth...
TRANSCRIPT
AMANQA
IXESHA:
IS
AKU: 100
2½
S
SIXHOOLO
0
½ iiyure
NASENIOR
IB
SEPT
OSA ULONGEZ
Olu viwo lu
ATIONR CERT
BANG
TEMBA
LWIMIZELEL
unamaphe
NAL TIFICAT
GA 12
A 2014
I LOKULWEYO
epha ama –
TE
4
UQALAO P3
– 6.
A
*XHOFA3*
2 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P3 (SEPTEMBA 2014)
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
IMIYALELO NENGCACISO 1. Eli phepha linamaCANDELO AMATHATHU:
ICANDELO A: Izincoko (50) ICANDELO B: Imihlathana emide (30) ICANDELO C: Imihlathana emifutshane (20)
2. Phendula umbuzo ube mNYE kwicandelo ngaliNYE. 3. Bhala ngolwimi ohlolwa ngalo. 4. Qala ICANDELO ngaliNYE kwiphepha elitsha. 5. Yenza UYILO (umzekelo, imephu yengqondo, isazobe okanye
idayagram/flowu tshathi/amagama angundoqo, njalo-njalo), hlela uze ufunde kwakhona umsebenzi wakho. Uyilo malubhalwe phambi kokubhalwa kwesincoko.
6. Wonke umsebenzi woyilo mawubhalwe ucaciswe ngolo hlobo.
Uyacetyiswa ukuba ukrwele umgca onqumla kulo lonke uyilo olwenzileyo.
7. Uyacetyiswa ukuba usebenzise imizuzu engama-80 ubuncinci
KWICANDELO A. Imizuzu engama-40 KWICANDELO B nemizuzu engama-30 KWICANDELO C.
8. Bhala iimpendulo zakho ngokuchanekileyo ngokwendlela yokunombola
esetyenziswe kwiphepha lemibuzo.
9. Nika impendulo nganye isihloko esichanekileyo.
QAPHELA: Isihloko masingabalwa xa kubalwa amagama asetyenzisiweyo.
10. Bhala ngokucacileyo nangokucocekileyo.
UBUDE BEEMPENDULO
• ICANDELO A: Izincoko – Bhala isincoko esingama-260 – 300 amagama.
• ICANDELO B: Imihlathana emide – Bhala ama-80 – 100 lamagama [umxholo kuphela]
• ICANDELO C: Imihlathana emifutshane – Bhala ama-60 – 80 amagama [umxholo kuphela]
(SEPTEMBA 2
Akuvumelek
ICANDE UMBUZO Khetha iskuma-30 1.1 Oko 1.2 Uth 1.3 Bag
kak 1.4 Uku 1.5 Inga 1.6 Eyo 1.7 Jon
eso
1.7.
2014)
kanga ukufot
ELO A: IZI
O 1
sihloko sib00. Apho u
o ndingaza
ando.
gcinwe okakubi abanye
ubaluleka k
aba kulung
ona holide
nga lo mfao.
.1
ISIXHO
tokopa eli ph
NCOKO
be siNYE kwungasinikw
ange ndife
anye bangae.
kwezakhon
gile na uku
endayonw
nekiso ung
OSA ULWIM
hepha
wezi zilandwanga khon
ngaloo mi
agcinwa ez
no ekukhul
uba abaqhu
wabelayo.
gezantsi u
MI LOKUQAL
delayo. Bhna isihloko
ni ndiyayib
zikolweni a
liseni uqoq
ubi baqhub
ze ubhale
LA OLONGE
hala amagsinike. Kh
bulela iNko
abantwana
qosho lweli
be beseben
isincoko.
[Ithath
EZELELWEY
ama angahumbula u
osi.
a abaphath
izwe.
nzisa iiselu
Sinike isi
hwe kwi-inta
YO – P3
T
ma-260 ukkuYILA.
ha
ula-fowuni?
hloko isinc
nethi kuNew
3
Tyhila ipheph
kuya
[50]
[50]
[50]
[50]
? [50]
[50]
coko
ws 24] [50]
3
ha
]
]
]
]
]
]
]
4 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P3 (SEPTEMBA 2014)
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
1.7.2
[Ithathwe kwi-intanethi] [50] AMANQAKU ECANDELO A: 50
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P3 5
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
ICANDELO B: IMIHLATHANA EMIDE UMBUZO 2 Chonga umhlathana omde ube mNYE kuphela. Bhala ama-80 – 100 lamagama (umxholo kuphela). Wubhale kwiphepha elitsha umhlathana lowo. Khumbula ukuYILA. 2.1 ILETA ESESIKWENI Fundisisa esi sibhengezo singezantsi somsebenzi uze ubhale ileta yesicelo
salo msebenzi. UMSEBENZI
SIFUNA INJINELI ENAMAVA APHESHEYA KOLWANDLE
UMZI
Ukhangela injineli enesidanga se-BSC nangaphezulu kwicandelo lokulawula ezokwakha, amava okusebenza phesheya kolwandle nokuphatha iiprojekhthi ezinkulu. Kwakhona umntu lowo makabe unaso isiqinisekiso sokubhalisa kwaRICS.
UKUBA UNOMDLA
Thumela ileta yesicelo sakho kule dilesi: P.O. Box 234 Sandton 2000 [30]
2.2 INGXELO Ningabafundi bebanga leshumi elinesibini benikhutshwe sisikolo natyelela
kweyona ndawo intle eMzantsi Afrika. Bhala ingxelo malunga nohambo olo lwenu beniluthabathile. [30]
2.3 INQAKU LEPHEPHANDABA Bhalela iphephandaba lengingqi yakho inqaku ngomba othe wakuchukumisa
kwindawo ohlala kuyo. [30] 2.4 INGXOXO YABABINI/IDAYALOGU Kusemdlalweni wombhoxo wamaqela esizwe, kudibana abahlobo ekudala
begqibelene bancokola ngeqela eliza kuphumelela umdlalo. Ngulowo uthethelela elakhe. Baveze bexoxa abahlobo abo. [30]
AMANQAKU ECANDELO B: 30
6 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P3 (SEPTEMBA 2014)
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
ICANDELO C: IMIHLATHANA EMIFUTSHANE UMBUZO 3 Bhala umhlathana omfutshane ube mNYE kweli Candelo. Umhlathana lowo ube ngamagama angama-60 – 80 ubude. Wubhale kwiphepha elitsha umhlathana lowo. 3.1 ISIBHENGEZO-NTENGISO Uvule ivenkile yeziqholo zomzimba, yenza isibhengezo-ntengiso ngeziqholo
ezifumaneka kwivenkile yakho.
[Ithathwe kwi-intanethi] [20] 3.2 UNGENISO KWIDAYARI Uququzelela ikhonsathi yeemvumi ezaziwayo eza kubanjelwa kwibala lebhola
iMoses Mabhida eThekwini. Bhala kwidayari yakho ngeentsuku eziNTLANU ngezinto oza kuzenza phambi kokuba ibe lusuku lwale khonsathi. [20]
3.3 UMYALELO Ungukhapteni weqela lakho lomdlalo(nokuba yintenetya, umbhoxo, iimbaleki
njalo-njalo) niza kuba nokhuphiswano nesinye isikolo. Yalela iqela lakho ngendlela eniza kudlala ngayo kolo khuphiswano. [20]
AMANQAKU ECANDELO C: 20 AMANQAKU EWONKE: 100